Yeremiya 38:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngoko ke bamthatha uYeremiya bamphosa equleni likaMalekiya unyana kakumkani, elalikwiYadi Yoonogada.+ Bamehlisa ngeentambo uYeremiya. Kodwa kwakungekho manzi kwelo qula, kukho udaka kuphela, ibe uYeremiya waqalisa ukutshona kolo daka.
6 Ngoko ke bamthatha uYeremiya bamphosa equleni likaMalekiya unyana kakumkani, elalikwiYadi Yoonogada.+ Bamehlisa ngeentambo uYeremiya. Kodwa kwakungekho manzi kwelo qula, kukho udaka kuphela, ibe uYeremiya waqalisa ukutshona kolo daka.