Yeremiya 38:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Bonke abafazi bakho kunye noonyana bakho babase kumaKhaledi, yaye wena awuzukusinda kuwo, kodwa uza kubanjwa ngukumkani waseBhabhiloni,+ kwaye ngenxa yakho esi sixeko siza kutshiswa.”+
23 Bonke abafazi bakho kunye noonyana bakho babase kumaKhaledi, yaye wena awuzukusinda kuwo, kodwa uza kubanjwa ngukumkani waseBhabhiloni,+ kwaye ngenxa yakho esi sixeko siza kutshiswa.”+