Yeremiya 39:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Ngonyaka wesithoba kaKumkani uZedekiya wakwaYuda, ngenyanga yeshumi, uKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni nomkhosi wakhe wonke beza eYerusalem baza bayirhangqa.+
39 Ngonyaka wesithoba kaKumkani uZedekiya wakwaYuda, ngenyanga yeshumi, uKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni nomkhosi wakhe wonke beza eYerusalem baza bayirhangqa.+