3 Yaye zonke iinkokheli zikakumkani waseBhabhiloni, uNergali-sharetsere iSamgare, uNebho-Sarsekim iRabhesarisi, uNergali-sharetsere iRabhemage nazo zonke ezinye iinkokheli zikakumkani waseBhabhiloni zangena zaza zahlala phantsi kwiGeyithi Ephakathi.+