Yeremiya 39:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 ukuba kukhutshwe uYeremiya kwiYadi Yoonogada,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba aye naye endlini yakhe. Ngoko wahlala phakathi kwabantu.
14 ukuba kukhutshwe uYeremiya kwiYadi Yoonogada,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba aye naye endlini yakhe. Ngoko wahlala phakathi kwabantu.