Yeremiya 40:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 Kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya emva kokuba ekhululwe eRama+ nguNebhuzaradan+ umphathi woonogada. Wamthatha apho ebotshiwe yaye ekunye nabo bonke abathinjwa baseYerusalem nabakwaYuda ababethunyelwa eBhabhiloni.
40 Kwafika ilizwi likaYehova kuYeremiya emva kokuba ekhululwe eRama+ nguNebhuzaradan+ umphathi woonogada. Wamthatha apho ebotshiwe yaye ekunye nabo bonke abathinjwa baseYerusalem nabakwaYuda ababethunyelwa eBhabhiloni.