-
Yeremiya 40:5IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
5 Ngoxa wayengekajiki uYeremiya, uNebhuzaradan wathi: “Buyela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ lo ukumkani waseBhabhiloni ambekileyo ukuba alawule izixeko zakwaYuda, uze uhlale naye kunye nabantu; okanye uye naphi na apho ukhetha ukuya khona.”
Umphathi woonogada wamnika ukutya nesipho waza wamyeka wahamba.
-