7 Ekuhambeni kwexesha zonke iintloko zomkhosi ezazisemaphandleni namadoda aphantsi kwazo zeva ukuba ukumkani waseBhabhiloni ubeke uGedaliya unyana ka-Ahikam phezu kwelizwe aze alawule amadoda, abafazi nabantwana kubantu belo lizwe abangamahlwempu, ababengathinjelwanga eBhabhiloni.+