8 Ngoko iintloko zomkhosi zeza kuGedaliya eMizpa.+ Ezo ntloko yayinguIshmayeli+ unyana kaNetaniya, uYohanan+ noYonatan oonyana bakaKareya, uSeraya unyana kaTanumete, oonyana bakaEfayi umNetofa noYezaniya+ unyana womMahakati, kunye namadoda awayephantsi kwazo.