Yeremiya 40:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Bathi kuye: “Awazi na ukuba uBhahalis, ukumkani wama-Amoni+ uthumele uIshmayeli unyana kaNetaniya ukuba akubulale?”+ Kodwa uGedaliya unyana ka-Ahikam akazange abakholelwe.
14 Bathi kuye: “Awazi na ukuba uBhahalis, ukumkani wama-Amoni+ uthumele uIshmayeli unyana kaNetaniya ukuba akubulale?”+ Kodwa uGedaliya unyana ka-Ahikam akazange abakholelwe.