Yeremiya 41:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Ngenyanga yesixhenxe kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini,* ongomnye wamadoda aziintloko kakumkani, weza namadoda alishumi kuGedaliya unyana ka-Ahikam eMizpa.+ Kwathi xa kanye babesitya kunye eMizpa,
41 Ngenyanga yesixhenxe kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini,* ongomnye wamadoda aziintloko kakumkani, weza namadoda alishumi kuGedaliya unyana ka-Ahikam eMizpa.+ Kwathi xa kanye babesitya kunye eMizpa,