-
Yeremiya 41:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 uIshmayeli unyana kaNetaniya namadoda alishumi awayekunye naye baphakama bamxabela uGedaliya unyana ka-Ahikam unyana kaShafan ngekrele. Ngoko wambulala lowo wayemiselwe ngukumkani waseBhabhiloni phezu kwelizwe.
-