-
Yeremiya 41:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Kodwa kwakukho amadoda alishumi phakathi kwawo, awathi kuIshmayeli: “Sukusibulala, kuba kukho indawo esendle esifihle kuyo ukutya, ingqolowa, irhasi, ioli nobusi.” Ngoko wawayeka, akawabulala wona nabantakwawo.
-