-
Yeremiya 41:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 UIshmayeli wabathimba bonke abantu ababeseMizpa,+ neentombi zikakumkani nabo bonke abantu ababeshiyekile eMizpa ababevalelwe ngumphathi woonogada uNebhuzaradan baza baba selugcinweni phantsi kukaGedaliya+ unyana ka-Ahikam. UIshmayeli unyana kaNetaniya wabathimba waza wawelela koonyana baka-Amoni.+
-