Yeremiya 43:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UYohanan unyana kaKareya nazo zonke iintloko zomkhosi bathatha bonke abo bantu bambalwa bakwaYuda babeshiyekile, ababebuyile kuzo zonke iintlanga ebabesasazeke kuzo, ukuze bahlale okwethutyana kwilizwe lakwaYuda.+
5 UYohanan unyana kaKareya nazo zonke iintloko zomkhosi bathatha bonke abo bantu bambalwa bakwaYuda babeshiyekile, ababebuyile kuzo zonke iintlanga ebabesasazeke kuzo, ukuze bahlale okwethutyana kwilizwe lakwaYuda.+