Yeremiya 43:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Uza kufika aze alihlasele ilizwe laseYiputa.+ Nabani na obekelwe isibetho esibulalayo uza kufumana isibetho esibulalayo; nabani na obekelwe ukuthinjwa uza kuthinjwa; nabani na obekelwe ikrele uza kufunyanwa likrele.+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 43:11 UYeremiya, iphe. 161
11 Uza kufika aze alihlasele ilizwe laseYiputa.+ Nabani na obekelwe isibetho esibulalayo uza kufumana isibetho esibulalayo; nabani na obekelwe ukuthinjwa uza kuthinjwa; nabani na obekelwe ikrele uza kufunyanwa likrele.+