Yeremiya 44:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Onke amadoda awayesazi ukuba abafazi bawo benzela abanye oothixo imibingelelo, nabo bonke abafazi ababemi apho, behlanganisene, nabo bonke abantu ababehlala kwilizwe laseYiputa,+ ePatrosi,+ bamphendula uYeremiya bathi:
15 Onke amadoda awayesazi ukuba abafazi bawo benzela abanye oothixo imibingelelo, nabo bonke abafazi ababemi apho, behlanganisene, nabo bonke abantu ababehlala kwilizwe laseYiputa,+ ePatrosi,+ bamphendula uYeremiya bathi: