Yeremiya 46:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 “‘Ndiza kubanikela esandleni sabo bafuna ukubabulala, kuKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni+ nabakhonzi bakhe. Kodwa emva koko kuza kuphinda kuhlalwe kuyo njengakuqala,’ utsho uYehova.+
26 “‘Ndiza kubanikela esandleni sabo bafuna ukubabulala, kuKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni+ nabakhonzi bakhe. Kodwa emva koko kuza kuphinda kuhlalwe kuyo njengakuqala,’ utsho uYehova.+