-
Yeremiya 48:44IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
44 ‘Nabani na obaleka uloyiko uza kuwela emngxunyeni,
Ibe nabani na onyukayo ephuma emngxunyeni uza kubanjwa sisibatha.’
‘Kuba ndiza kumzisela unyaka wokohlwaywa uMowabhi,’ utsho uYehova.
-