Yeremiya 49:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 49 Uthi uYehova ngama-Amoni:+ “Akanabo na oonyana uSirayeli? Akanayo na indlalifa? Kutheni uMalekam+ ethathe umhlaba wakwaGadi?+ Kutheni abantu bakhe behlala kwizixeko zakwaSirayeli?”
49 Uthi uYehova ngama-Amoni:+ “Akanabo na oonyana uSirayeli? Akanayo na indlalifa? Kutheni uMalekam+ ethathe umhlaba wakwaGadi?+ Kutheni abantu bakhe behlala kwizixeko zakwaSirayeli?”