Yeremiya 49:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kuba uthe uYehova: “Jonga! Ukuba abo bangagwetywanga bamele bawuve umsindo wam, ucinga ukuba wena uza kuyekwa ungohlwaywa? Awuzuyekwa tu, uza kohlwaywa.”+
12 Kuba uthe uYehova: “Jonga! Ukuba abo bangagwetywanga bamele bawuve umsindo wam, ucinga ukuba wena uza kuyekwa ungohlwaywa? Awuzuyekwa tu, uza kohlwaywa.”+