Yeremiya 49:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Kuba ndifunge ngam,” utsho uYehova, “ukuba iBhotsera iza kuba yinto eyoyikekayo, into yokuhlekisa,+ indawo etshatyalalisiweyo nento eqalekisiweyo; nazo zonke izixeko zayo ziza kutshatyalaliswa zingaphinde zibekho.”+
13 “Kuba ndifunge ngam,” utsho uYehova, “ukuba iBhotsera iza kuba yinto eyoyikekayo, into yokuhlekisa,+ indawo etshatyalalisiweyo nento eqalekisiweyo; nazo zonke izixeko zayo ziza kutshatyalaliswa zingaphinde zibekho.”+