-
Yeremiya 49:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 “Jonga! Kukho umntu oza kulwa namadlelo akhuselekileyo kanye njengengonyama+ ephuma kumatyholo ashinyeneyo angaseYordan, kodwa ngephanyazo ndiza kumenza abaleke emke kwaEdom, ndize ndibeke lowo ukhethiweyo abe ngumlawuli wayo. Kuba ngubani onjengam, ingubani onokumelana nam? Nguwuphi umalusi onokuma phambi kwam?+
-