Yeremiya 49:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ngoko ke simameleni madoda isigqibo sikaYehova* ngoEdom, nento ayicingayo ngabemi bakwaTeman:+ Nakanjani abancinci bomhlambi baza kurhuqelwa kude. Ngenxa yabo uza kuyitshabalalisa indawo yabo yokuhlala.+
20 Ngoko ke simameleni madoda isigqibo sikaYehova* ngoEdom, nento ayicingayo ngabemi bakwaTeman:+ Nakanjani abancinci bomhlambi baza kurhuqelwa kude. Ngenxa yabo uza kuyitshabalalisa indawo yabo yokuhlala.+