-
Yeremiya 49:36IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
36 UElam ndiza kumzisela imimoya emine evela kwiziphelo ezine zamazulu, kwaye ndiza kumsasazela kuyo yonke le mimoya. Akukho hlanga bangazi kufika kulo abo bachithachithiweyo bakaElam.’”
-