Yeremiya 49:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 “Ndiza kuyibeka kwaElam itrone yam,+ kwaye ndiza kutshabalalisa apho ukumkani neenkosana,” utsho uYehova.
38 “Ndiza kuyibeka kwaElam itrone yam,+ kwaye ndiza kutshabalalisa apho ukumkani neenkosana,” utsho uYehova.