Yeremiya 50:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Ngaloo mihla nangelo xesha,” utsho uYehova, “amaSirayeli namaYuda aza kuhlanganisana.+ Aza kuhamba elila,+ yaye aza kufuna uYehova uThixo wawo.+
4 “Ngaloo mihla nangelo xesha,” utsho uYehova, “amaSirayeli namaYuda aza kuhlanganisana.+ Aza kuhamba elila,+ yaye aza kufuna uYehova uThixo wawo.+