Yeremiya 50:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ndikubekele umgibe waza wabanjiswa, Bhabhiloni,Ibe ubungayazi loo nto. Wafunyanwa waza wabanjwa,+Kuba nguYehova lo wawumchasa.
24 Ndikubekele umgibe waza wabanjiswa, Bhabhiloni,Ibe ubungayazi loo nto. Wafunyanwa waza wabanjwa,+Kuba nguYehova lo wawumchasa.