Yeremiya 50:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Kodwa uMhlawuleli wawo womelele,+ Igama lakhe nguYehova wemikhosi.+ Nakanjani uza kulichophela ityala lawo,+Ukuze alenze liphumle ilizwe,+Aze abangele abantu baseBhabhiloni baphazamiseke.”+
34 Kodwa uMhlawuleli wawo womelele,+ Igama lakhe nguYehova wemikhosi.+ Nakanjani uza kulichophela ityala lawo,+Ukuze alenze liphumle ilizwe,+Aze abangele abantu baseBhabhiloni baphazamiseke.”+