-
Yeremiya 50:44IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
44 “Jonga! Kukho umntu oza kulwa namadlelo akhuselekileyo kanye njengengonyama ephuma kumatyholo ashinyeneyo angaseYordan. Kodwa ngephanyazo, ndiza kwenza abantu beso sixeko babaleke kuso, ndize ndibeke lowo ukhethiweyo abe ngumlawuli waso.+ Kuba ngubani onjengam, ingubani onokumelana nam? Nguwuphi umalusi onokuma phambi kwam?+
-