Yeremiya 51:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Phakamisani uphawu*+ ngenxa yeendonga zeBhabhiloni. Qinisani apha ekugadeni, misani oonogada. Lungiselelani abo balalelayo. Kuba uYehova wenze icebo,Yaye uza kuyenza into athe uza kuyenza kubantu baseBhabhiloni.”+
12 Phakamisani uphawu*+ ngenxa yeendonga zeBhabhiloni. Qinisani apha ekugadeni, misani oonogada. Lungiselelani abo balalelayo. Kuba uYehova wenze icebo,Yaye uza kuyenza into athe uza kuyenza kubantu baseBhabhiloni.”+