Yeremiya 51:56 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 56 Kuba umtshabalalisi uza kuyifikela iBhabhiloni,+Amakroti ayo aza kuthinjwa.+Izaphetha zawo ziza kophulwa,Kuba uYehova nguThixo wempindezelo.+ Nakanjani na uza kuyihlawulisa.+
56 Kuba umtshabalalisi uza kuyifikela iBhabhiloni,+Amakroti ayo aza kuthinjwa.+Izaphetha zawo ziza kophulwa,Kuba uYehova nguThixo wempindezelo.+ Nakanjani na uza kuyihlawulisa.+