Yeremiya 51:59 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 59 La ngamazwi umprofeti uYeremiya awawathetha kuSeraya unyana kaNeriya+ unyana kaMahaseya xa wayehamba noZedekiya ukumkani wakwaYuda besiya eBhabhiloni ngonyaka wesine wokuba ngukumkani kwakhe; uSeraya wayeligosa lendlu.
59 La ngamazwi umprofeti uYeremiya awawathetha kuSeraya unyana kaNeriya+ unyana kaMahaseya xa wayehamba noZedekiya ukumkani wakwaYuda besiya eBhabhiloni ngonyaka wesine wokuba ngukumkani kwakhe; uSeraya wayeligosa lendlu.