Yeremiya 51:62 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 62 Emva koko uze uthi, ‘Owu Yehova, wena uthethile wathi ngale ndawo iza kutshatyalaliswa, yaye akuzukubakho mntu uhlala kuyo, nokuba yindoda okanye isilwanyana, yaye iza kutshabalala ngonaphakade.’+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 51:62 Incwadi Yentlanganiso Yobomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela,6/2017, iphe. 3
62 Emva koko uze uthi, ‘Owu Yehova, wena uthethile wathi ngale ndawo iza kutshatyalaliswa, yaye akuzukubakho mntu uhlala kuyo, nokuba yindoda okanye isilwanyana, yaye iza kutshabalala ngonaphakade.’+