Yeremiya 52:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 52 UZedekiya+ wayeneminyaka eyi-21 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-11 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.
52 UZedekiya+ wayeneminyaka eyi-21 xa waba ngukumkani, yaye walawula iminyaka eyi-11 eYerusalem. Igama likamama wakhe yayinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.