Yeremiya 52:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ezi zinto zenzeka eYerusalem nakwaYuda kuba uYehova wayenomsindo, de wabagxotha phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamjikela ukumkani waseBhabhiloni.+
3 Ezi zinto zenzeka eYerusalem nakwaYuda kuba uYehova wayenomsindo, de wabagxotha phambi kwakhe.+ Yaye uZedekiya wamjikela ukumkani waseBhabhiloni.+