Yeremiya 52:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko, ukumkani waseBhabhiloni wamtyhaphaza amehlo uZedekiya,+ wambopha ngamatsheyini ekopolo, waya naye eBhabhiloni, wamvalela ejele de wayokufa. Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 52:11 UYeremiya, iphe. 158-159
11 Emva koko, ukumkani waseBhabhiloni wamtyhaphaza amehlo uZedekiya,+ wambopha ngamatsheyini ekopolo, waya naye eBhabhiloni, wamvalela ejele de wayokufa.