Yeremiya 52:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ingqukuva eyayiphezu kwayo yayiyeyekopolo; ukuphakama kwengqukuva enye kwakuziikubhite ezintlanu;+ umnatha ophinyeneyo neerharnati ezazikuwo onke amacala ayo zaziyikopolo. Intsika yesibini yayifana nale, kunjalo ke nangeerharnati.
22 Ingqukuva eyayiphezu kwayo yayiyeyekopolo; ukuphakama kwengqukuva enye kwakuziikubhite ezintlanu;+ umnatha ophinyeneyo neerharnati ezazikuwo onke amacala ayo zaziyikopolo. Intsika yesibini yayifana nale, kunjalo ke nangeerharnati.