Yeremiya 52:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela wababulala eRibhela+ kwilizwe laseHamati. Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+
27 Ukumkani waseBhabhiloni wabaxabela wababulala eRibhela+ kwilizwe laseHamati. Ngaloo ndlela uYuda wemka kumhlaba wakhe waya ekuthinjweni.+