Yeremiya 52:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Ngonyaka awaba ngukumkani ngawo, uKumkani uEvili-merodaki waseBhabhiloni wamkhulula uKumkani uYehoyakin*+ wakwaYuda ejele.+ Kwakungonyaka we-37 ethinjiwe uKumkani uYehoyakin wakwaYuda, ngenyanga ye-12, ngomhla we-25 kuloo nyanga. Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 52:31 UYeremiya, iphe. 31
31 Ngonyaka awaba ngukumkani ngawo, uKumkani uEvili-merodaki waseBhabhiloni wamkhulula uKumkani uYehoyakin*+ wakwaYuda ejele.+ Kwakungonyaka we-37 ethinjiwe uKumkani uYehoyakin wakwaYuda, ngenyanga ye-12, ngomhla we-25 kuloo nyanga.