IZililo 1:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 UYehova lilungisa,+ kuba ndivukele umyalelo* wakhe.+ Mamelani nonke zizwana, nibone intlungu yam. Iintombi zam ezingazange zalala nandoda, nabafana bam bathinjiwe.+
18 UYehova lilungisa,+ kuba ndivukele umyalelo* wakhe.+ Mamelani nonke zizwana, nibone intlungu yam. Iintombi zam ezingazange zalala nandoda, nabafana bam bathinjiwe.+