IZililo 2:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Iigeyithi zayo zitshone emhlabeni.+ Uyitshabalalisile waza wayiqhekeza imivalo yayo. Ukumkani wayo neenkosana zayo ziphakathi kweentlanga.+ Akukho mthetho,* nabaprofeti bayo abafumani mbono uvela kuYehova.+ IZililo ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:9 UYeremiya, iphe. 73
9 Iigeyithi zayo zitshone emhlabeni.+ Uyitshabalalisile waza wayiqhekeza imivalo yayo. Ukumkani wayo neenkosana zayo ziphakathi kweentlanga.+ Akukho mthetho,* nabaprofeti bayo abafumani mbono uvela kuYehova.+