IZililo 2:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ndingasebenzisa ntoni na ukuba ibe lingqina,Okanye ndingakufanisa nantoni na, ntombi yaseYerusalem? Ndingakuthelekisa nantoni na, ukuze ndikuthuthuzele, ntombi yaseZiyon? Kuba ukuwa kwakho kukhulu njengolwandle.+ Ngubani na onokukuphilisa?+
13 Ndingasebenzisa ntoni na ukuba ibe lingqina,Okanye ndingakufanisa nantoni na, ntombi yaseYerusalem? Ndingakuthelekisa nantoni na, ukuze ndikuthuthuzele, ntombi yaseZiyon? Kuba ukuwa kwakho kukhulu njengolwandle.+ Ngubani na onokukuphilisa?+