IZililo 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ulwimi losana oluncancayo luthe nca enkalakahleni yalo ngenxa yonxano. Abantwana bacela isonka,+ kodwa akukho mntu ubanikayo.+
4 Ulwimi losana oluncancayo luthe nca enkalakahleni yalo ngenxa yonxano. Abantwana bacela isonka,+ kodwa akukho mntu ubanikayo.+