IZililo 4:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Inkangeleko yawo imnyama ngakumbi kunesithokothoko.Awaqondakali ezitratweni. Ulusu lwawo luye lwashwabana emathanjeni awo,+ lwanjengomthi owomileyo.
8 Inkangeleko yawo imnyama ngakumbi kunesithokothoko.Awaqondakali ezitratweni. Ulusu lwawo luye lwashwabana emathanjeni awo,+ lwanjengomthi owomileyo.