Hezekile 1:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 1 Ngonyaka we-30, ngomhla wesihlanu kwinyanga yesine, ngoxa ndandiphakathi kwabantu abathinjiweyo+ ngakumlambo iKebhare,+ amazulu avuleka, ndabona imibono kaThixo. Hezekile ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:1 “Sonke ISibhalo”, iphe. 133-134
1 Ngonyaka we-30, ngomhla wesihlanu kwinyanga yesine, ngoxa ndandiphakathi kwabantu abathinjiweyo+ ngakumlambo iKebhare,+ amazulu avuleka, ndabona imibono kaThixo.