Hezekile 1:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Xa ndeva isandi samaphiko azo, sasingathi sesamanzi aqukuqela ngamandla, njengesandi sikaSomandla.+ Xa zihamba, zazisitsho ngesandi esifana nesomkhosi. Xa zisima, zaziwathoba amaphiko azo.
24 Xa ndeva isandi samaphiko azo, sasingathi sesamanzi aqukuqela ngamandla, njengesandi sikaSomandla.+ Xa zihamba, zazisitsho ngesandi esifana nesomkhosi. Xa zisima, zaziwathoba amaphiko azo.