Hezekile 2:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 “Kodwa wena nyana womntu, ungaboyiki,+ ungawoyiki namazwi abo, nangona ujikelezwe ngameva*+ yaye uhleli phakathi koonomadudwane. Ungawoyiki amazwi abo,+ ungangcangcazeliswa nabubuso babo,+ kuba bayindlu engathobeliyo. Hezekile ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:6 IMboniselo,7/1/2007, iphe. 12
6 “Kodwa wena nyana womntu, ungaboyiki,+ ungawoyiki namazwi abo, nangona ujikelezwe ngameva*+ yaye uhleli phakathi koonomadudwane. Ungawoyiki amazwi abo,+ ungangcangcazeliswa nabubuso babo,+ kuba bayindlu engathobeliyo.