Hezekile 2:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 “Kodwa wena nyana womntu, mamela le nto ndikuxelela yona. Ungafani nale ndlu ingathobeliyo. Vula umlomo wakho uze utye oko ndikunika kona.”+
8 “Kodwa wena nyana womntu, mamela le nto ndikuxelela yona. Ungafani nale ndlu ingathobeliyo. Vula umlomo wakho uze utye oko ndikunika kona.”+