Hezekile 3:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ukuba ndithi kumenzi-bubi, ‘Ngokuqinisekileyo uza kufa,’ uze wena ungamlumkisi, ungathethi naye ukuze umlumkise ukuba ajike endleleni yakhe embi ukuze ahlale ephila,+ uza kufa ngenxa yesiphoso sakhe,+ kodwa igazi lakhe ndiza kulifuna kuwe.+
18 Ukuba ndithi kumenzi-bubi, ‘Ngokuqinisekileyo uza kufa,’ uze wena ungamlumkisi, ungathethi naye ukuze umlumkise ukuba ajike endleleni yakhe embi ukuze ahlale ephila,+ uza kufa ngenxa yesiphoso sakhe,+ kodwa igazi lakhe ndiza kulifuna kuwe.+